Vul'indlela

by Brenda Fassie · · Afrobeats
Lyrics Karaoke

Quick Answer — Vul'indlela Lyrics

[00:08.79] Vul' indlela weMaMgobhozi [00:12.15] He, unyana wam [00:14.35] Helele, uyashada namhlanje [00:17.87] Vul' indlela wena MaNyauza
Afrobeats 2002 English

Vul'indlela Full Lyrics

Vul' indlela weMaMgobhozi He, unyana wam Helele, uyashada namhlanje Vul' indlela wena MaNyauza 'Suba nomona 'Nyana wam uthathile Bengingazi ng'yombon' umakoti Unyana wam, eh ujongile this time MaRadebe sus' ezoz'specs Uze emshadweni, ndiyashadisa namhlanje Bebesithi unyana wam liXhosa Bebesithi angeke ashade, vul' indlela Vul' indlela weMaMgobhozi He, unyana wam Helele, uyashada namhlanje Vul' indlela wena MaNyauza 'Suba nomona 'Nyana wami uthathile Bengingazi ng'yombon' umakoti Unyana wam, eh ujongile this time MaRadebe sus' ezoz'specs Uze emshadweni, s'yashadisa namhlanje Bebesithi unyana wam liXhosa Bebesithi angeke ashade, vul' indlela Vul' indlela weMaMgobhozi Vul' indlela, yekel' umona Vul' indlela weMaMgobhozi Vul' indlela, yekel' umona Kodwa wena MaNgobese He, unomona Ngoba awunanyana Unentombizodwa, ayoyoyo MaNgobese, he unomona He, awunawo 'nyana onjengowami Bengingazi ng'yombon' umakoti Unyana wam', eh ujongile this time MaRadebe sus' ezoz'specs Uze emshadweni, s'yashadisa namhlanje Bebesithi unyana wam liXhosa Bebesithi angeke ashade, vul' indlela (Vul' indlela weMaMgobhozi) (Vul' indlela, yekel' umona) (Vul' indlela weMaMgobhozi) (Vul' indlela, yekel' umona) (Vul' indlela weMaMgobhozi) (Vul' indlela, yekel' umona) (Vul' indlela weMaMgobhozi) (Vul' indlela, yekel' umona) Vul' indlela wena MaNyauza 'Suba nomona 'Nyana wam uthathile Vul' indlela wena MaNyauza 'Suba nomona 'Nyana wam uthathile (Vul' indlela weMaMgobhozi) (Vul' indlela, yekel' umona) (Vul' indlela weMaMgobhozi) (Vul' indlela, yekel' umona) (Vul' indlela weMaMgobhozi) (Vul' indlela, yekel' umona) (Vul' indlela weMaMgobhozi) (Vul' indlela, yekel' umona)

Frequently Asked Questions

When was "Vul'indlela" by Brenda Fassie released?

"Vul'indlela" by Brenda Fassie was released in 2002.

What genre is "Vul'indlela" by Brenda Fassie?

"Vul'indlela" by Brenda Fassie is a Afrobeats song.

What are the opening lyrics of "Vul'indlela"?

The opening lyrics are: "[00:08.79] Vul' indlela weMaMgobhozi"